Cheese Griller Hashbrown Breakfast

cheese griller hashbrown breakfast

Owona mbono mhle wesidlo sakusasa wokuqala okanye wokuvala usuku lwakho

Enoba kusekuseni kakhulu okanye sele kusondele ixesha lokulala, i-Cheese Griller Hash Brekkie sisidlo sakusasa esinokutyiwa nokuba kunini na. Chopha uze wonwabele i-2 rashers of streaky bacon, i-2 pork bangers, iihashbrown cubes, kunye nesilayi sesonka esiqhotsiweyo nge-R69.90, nokuba kuxesha liphi.

Breakfast Watch Pic
View Breakfast Menu